IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 1:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngokuqinisekileyo nendoda enamandla iya kuba yintambo yeflakisi,+ nemveliso yomsebenzi wayo ube yintlantsi; yaye ngokuqinisekileyo zombini ziya kudangazela ngaxeshanye, kungekho bani ucimayo.”+

  • Yeremiya 7:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Khangela! Umsindo wam nobushushu bam buthululelwa phezu kwale ndawo,+ phezu koluntu naphezu kwesilwanyana sasekhaya, naphezu komthi wasendle+ naphezu kwesiqhamo somhlaba; umele uvuthe, kwaye awuyi kucima.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share