IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 73:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba, khangela! abo badedela kude nawe baya kutshabalala.+

      Ngokuqinisekileyo uya kuthulisa bonke abo bakushiya ngokuziphatha okubi.+

  • Isaya 34:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+

  • Hezekile 20:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Uze uthi kwihlathi lasemzantsi, ‘Live ilizwi likaYehova. Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndikutshisa ngomlilo,+ kwaye umele uqwenge kuwe wonke umthi osafumileyo nawo wonke umthi owomileyo.+ Idangatye elivuthayo aliyi kucinywa,+ yaye bonke ubuso bumele butshiswe nguwo ukususela emzantsi ukusa emntla.+

  • Malaki 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Kuba, khangela! iyeza imini evutha njengeziko,+ yaye bonke abakhukhumeleyo nabo bonke abo benza ubungendawo bamele babe njengeendiza.+ Kwaye imini leyo izayo ngokuqinisekileyo iya kubaqwenga,” utsho uYehova wemikhosi, “kangangokuba ayiyi kubashiyela nokuba yingcambu okanye isebe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share