IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndathi ke mna: “Kude kube nini na, Yehova?”+ Wathi: “Zide okunene izixeko zibe ngamanxuwa, zingabi nabemi, nezindlu zingabi namntu wasemhlabeni, nomhlaba ngokwawo uphanziswe;+

  • Isaya 24:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Khangela! UYehova uqongqotha ilizwe, ulenza libe yinkangala,+ kwaye ubujijile ubuso balo+ waza wabachithachitha abemi balo.+

  • Yeremiya 7:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Yaye ndiya kulinqumamisa ezixekweni zakwaYuda nasezitratweni zaseYerusalem ilizwi lokugcoba nelizwi lokuba nemihlali, ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi;+ kuba ilizwe liya kuba yindawo ephanzileyo.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share