2 Samuweli 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+ 1 Kumkani 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngako oko wasibeka kwindawo yakhe yokungcwaba isidumbu sayo; baza baqhubeka bemenzela isijwili besithi:+ “Yeha, mzalwana wam!”
23 USawule noYonatan,+ abathandekayo nabahle ebudeni bobomi babo,Nasekufeni kwabo abahlulwanga.+Babekhawuleza ngakumbi kuneenkozi,+Babenamandla ngakumbi kuneengonyama.+
30 Ngako oko wasibeka kwindawo yakhe yokungcwaba isidumbu sayo; baza baqhubeka bemenzela isijwili besithi:+ “Yeha, mzalwana wam!”