2 Kumkani 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaloo ndlela uYehoyakin+ wamthabathela ekuthinjweni eBhabhiloni;+ nonina kakumkani+ nabafazi bakakumkani namagosa akhe enkundla+ namadoda abalaseleyo elizwe wabaqhuba njengabantu abathinjiweyo ukusuka eYerusalem ukuya eBhabhiloni. 1 Kronike 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bona oonyana bakaYekoniya njengebanjwa yayinguShelatiyeli+ unyana wakhe
15 Ngaloo ndlela uYehoyakin+ wamthabathela ekuthinjweni eBhabhiloni;+ nonina kakumkani+ nabafazi bakakumkani namagosa akhe enkundla+ namadoda abalaseleyo elizwe wabaqhuba njengabantu abathinjiweyo ukusuka eYerusalem ukuya eBhabhiloni.