Yeremiya 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndingakuxolela njani na ngayo yona kanye le nto? Oonyana bakho bandishiyile, bafunga+ into engengoThixo.+ Ndandibanelisa,+ kodwa baqhubeka bekrexeza,+ kwaye bahamba bengumkhosi ukuya endlwini yomfazi ongunongogo. Hezekile 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye indoda yenze into ecekisekayo kumfazi weqabane layo,+ indoda yenze inqambi umolokazana wayo ngehambo evakalala;+ kwaye indoda ithobe udade wabo, intombi kayise, kuwe.+ Hoseya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+
7 Ndingakuxolela njani na ngayo yona kanye le nto? Oonyana bakho bandishiyile, bafunga+ into engengoThixo.+ Ndandibanelisa,+ kodwa baqhubeka bekrexeza,+ kwaye bahamba bengumkhosi ukuya endlwini yomfazi ongunongogo.
11 Kwaye indoda yenze into ecekisekayo kumfazi weqabane layo,+ indoda yenze inqambi umolokazana wayo ngehambo evakalala;+ kwaye indoda ithobe udade wabo, intombi kayise, kuwe.+
2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+