1 Kumkani 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye ke, Yehova Thixo wam, wena ngokwakho umkhonzi wakho umenze ukumkani esikhundleni sikaDavide ubawo, yaye mna ndiyinkwenkwana.+ Andikwazi ukuphuma nokungena.+ 1 Timoti 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Makungabikho mntu ubujongela phantsi ubutsha bakho.+ Kunoko, yiba ngumzekelo+ wabo bathembekileyo+ ngokuthetha, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.+
7 Yaye ke, Yehova Thixo wam, wena ngokwakho umkhonzi wakho umenze ukumkani esikhundleni sikaDavide ubawo, yaye mna ndiyinkwenkwana.+ Andikwazi ukuphuma nokungena.+
12 Makungabikho mntu ubujongela phantsi ubutsha bakho.+ Kunoko, yiba ngumzekelo+ wabo bathembekileyo+ ngokuthetha, ngehambo, ngothando, ngokholo, ngobunyulu.+