1 Kronike 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi uDavide ukumkani kulo lonke ibandla:+ “USolomon unyana wam, onyuliweyo nguThixo,+ uselula+ yaye ubuthathaka, kodwa umsebenzi mkhulu; kuba inqaba le asiyamntu,+ kodwa yekaYehova uThixo. Yeremiya 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+ Mateyu 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nabani na oziphakamisayo uya kuthotywa,+ yaye nabani na ozithobayo uya kuphakanyiswa.+ 2 Korinte 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ukanti ngokwenene yathi kum: “Ububele bam obunganifanelanga bukulingene;+ kuba amandla am enziwa agqibelele kubuthathaka.”+ Ke ngoko, ngokuchulumanca okukhulu, ndiza kuqhayisa ngobuthathaka bam,+ ukuze amandla kaKRISTU ahlale njengentente phezu kwam.
29 Wathi uDavide ukumkani kulo lonke ibandla:+ “USolomon unyana wam, onyuliweyo nguThixo,+ uselula+ yaye ubuthathaka, kodwa umsebenzi mkhulu; kuba inqaba le asiyamntu,+ kodwa yekaYehova uThixo.
6 Kodwa mna ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Yabona, okunene andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”+
9 ukanti ngokwenene yathi kum: “Ububele bam obunganifanelanga bukulingene;+ kuba amandla am enziwa agqibelele kubuthathaka.”+ Ke ngoko, ngokuchulumanca okukhulu, ndiza kuqhayisa ngobuthathaka bam,+ ukuze amandla kaKRISTU ahlale njengentente phezu kwam.