Genesis 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza ke wabiza egameni likaYehova, owayethetha naye, esithi: “Wena unguThixo obonayo,”+ kuba wathi: “Ngaba ngenene ndibone lowo undibonayo?” INdumiso 90:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ubeke iziphoso zethu kanye phambi kwethu,+Izinto zethu ezifihlakeleyo phambi kobuso bethu obuqaqambileyo.+ INdumiso 139:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndingaya phi na ndisuke emoyeni wakho,+Yaye ndingabalekela phi na ndimke ebusweni bakho?+ IMizekeliso 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Amehlo kaYehova akuzo zonke iindawo,+ ahlala ekhangele ababi nabalungileyo.+ Amosi 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
13 Waza ke wabiza egameni likaYehova, owayethetha naye, esithi: “Wena unguThixo obonayo,”+ kuba wathi: “Ngaba ngenene ndibone lowo undibonayo?”
8 Ubeke iziphoso zethu kanye phambi kwethu,+Izinto zethu ezifihlakeleyo phambi kobuso bethu obuqaqambileyo.+
2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+