Isaya 41:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Uya kuzela,+ uze umoya uzithwalele kude,+ nesaqhwithi somoya siziqhubele kwiindlela ezahlukahlukeneyo.+ Yaye wena uya kuvuya ngoYehova.+ Uya kuqhayisa ngaLowo Ungcwele kaSirayeli.”+ Luka 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe ukuba acoce ngokupheleleyo isanda sakhe nokuba ayihlanganisele+ ingqolowa kuvimba wakhe, kodwa wona umququ+ uya kuwutshisa ngomlilo+ ongenakucimeka.” 1 Korinte 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 umsebenzi womntu ngamnye uya kucaca ngaloo mini, kuba uya kutyhilwa ngomlilo;+ yaye umlilo ngokwawo uya kucikida ukuba uluhlobo luni na umsebenzi wakhe ngamnye.
16 Uya kuzela,+ uze umoya uzithwalele kude,+ nesaqhwithi somoya siziqhubele kwiindlela ezahlukahlukeneyo.+ Yaye wena uya kuvuya ngoYehova.+ Uya kuqhayisa ngaLowo Ungcwele kaSirayeli.”+
17 Umhlakulo wakhe wokwela usesandleni sakhe ukuba acoce ngokupheleleyo isanda sakhe nokuba ayihlanganisele+ ingqolowa kuvimba wakhe, kodwa wona umququ+ uya kuwutshisa ngomlilo+ ongenakucimeka.”
13 umsebenzi womntu ngamnye uya kucaca ngaloo mini, kuba uya kutyhilwa ngomlilo;+ yaye umlilo ngokwawo uya kucikida ukuba uluhlobo luni na umsebenzi wakhe ngamnye.