Isaya 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+ Yeremiya 37:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+
3 Yaye igwiba likaFaro limele libe sisizathu sokudana kuni,+ nokusabela emthunzini weYiputa kube ngunobangela wokuthotywa.+
7 “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Nifanele nithi kukumkani wakwaYuda, lowo unithumele kum ukuza kubuza kum:+ “Khangela! Umkhosi wamajoni kaFaro oza kuni ngenjongo yokuninceda kuya kufuneka ubuyele elizweni lawo, eYiputa.+