Yeremiya 51:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 IBhabhiloni ibiyindebe yegolide esandleni sikaYehova,+ yona ibisenza wonke umhlaba unxile.+ Iintlanga zisele iwayini yayo.+ Kungenxa yoko le nto iintlanga ziqhubeka zinempambano.+ IZililo 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Khawugcobe uze ube nemihlali,+ ntombi yakwaEdom,+ njengoko uhleli kwilizwe lakwaUtse.+Indebe iya kudlulela nakuwe.+ Uya kunxila uhambe ze.+ Hezekile 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ibe kuya kufuneka uyisele uze uyifince,+ namaqhekeza ayo odongwe uya kuwakrekretha, namabele akho uya kuwanyothula.+ “Kuba mna ndithethile,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’ Nahum 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Nawe uya kunxila;+ uya kuba yinto efihlakeleyo.+ Nawe uya kufuna igwiba elutshabeni.+
7 IBhabhiloni ibiyindebe yegolide esandleni sikaYehova,+ yona ibisenza wonke umhlaba unxile.+ Iintlanga zisele iwayini yayo.+ Kungenxa yoko le nto iintlanga ziqhubeka zinempambano.+
21 Khawugcobe uze ube nemihlali,+ ntombi yakwaEdom,+ njengoko uhleli kwilizwe lakwaUtse.+Indebe iya kudlulela nakuwe.+ Uya kunxila uhambe ze.+
34 Ibe kuya kufuneka uyisele uze uyifince,+ namaqhekeza ayo odongwe uya kuwakrekretha, namabele akho uya kuwanyothula.+ “Kuba mna ndithethile,” itsho iNkosi enguMongami uYehova.’