Yeremiya 46:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda: Hezekile 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa+ uze uprofete ngaye nangeYiputa yonke iphela.+ Hezekile 32:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “‘Aba ngabo uFaro aya kubabona, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthuthuzeleka ngenxa yaso sonke isihlwele sakhe.+ UFaro nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni baya kubulawa ngekrele,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.
2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda:
2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho kuFaro ukumkani waseYiputa+ uze uprofete ngaye nangeYiputa yonke iphela.+
31 “‘Aba ngabo uFaro aya kubabona, yaye ngokuqinisekileyo uya kuthuthuzeleka ngenxa yaso sonke isihlwele sakhe.+ UFaro nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni baya kubulawa ngekrele,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova.