Yeremiya 47:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+ Zefaniya 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba, yona ke iGaza, iya kuba sisixeko esishiyiweyo;+ neAshkelon iya kuba yinkangala ephanzileyo.+ Yona ke iAshdode,+ baya kuyigxotha emini enkulu;+ yona ke iEkron, iya kuncothulwa.+
5 IGaza+ iya kucheba inkqayi.+ IAshkelon+ bayitsho yathi cwaka. Owu ntsalela esentilini yabo, kuya kude kube nini na nimana nizicenta?+
4 Kuba, yona ke iGaza, iya kuba sisixeko esishiyiweyo;+ neAshkelon iya kuba yinkangala ephanzileyo.+ Yona ke iAshdode,+ baya kuyigxotha emini enkulu;+ yona ke iEkron, iya kuncothulwa.+