IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Isibhengezo nxamnye nethafa eliyinkqantosi: Ehlathini ethafeni eliyinkqantosi niya kuchitha ubusuku, miqodi yabantu bakwaDedan.+

  • Yeremiya 49:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Sabani!+ Rhoxani! Yehlelani enzulwini ukuze nihlale,+ bemi bakwaDedan!+ Ngokuba lifikile ixesha lokuba ndimzisele intlekele ka-Esawu, ndiphethulele ingqalelo yam kuye.+

  • Hezekile 25:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kusolulela nakwelakwaEdom+ isandla sam ndize ndinqumle kulo umntu nesilwanyana sasekhaya,+ ndilenze libe yindawo ephanzileyo ukususela kwaTeman,+ kuse nakwaDedan.+ Baya kuwa likrele.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share