Yeremiya 48:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Sabani; sindisani imiphefumlo yenu,+ yaye nifanele nibe njengomthi wejunipha entlango.+ Yeremiya 49:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Sabani, balekelani kude; yehlelani enzulwini ukuze nihlale apho, bemi baseHatsore,”+ utsho uYehova. “Kuba uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni+ uqulunqe icebo ngani yaye ucinge nengcamango ngani.”
30 “Sabani, balekelani kude; yehlelani enzulwini ukuze nihlale apho, bemi baseHatsore,”+ utsho uYehova. “Kuba uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni+ uqulunqe icebo ngani yaye ucinge nengcamango ngani.”