1 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke. Yeremiya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ndiza kwenza nakuyo indlu ebizwe ngegama lam,+ enikholose ngayo,+ nakuyo indawo endaninika yona nina nookhokho benu, kanye njengoko ndenzayo kuyo iShilo.+ Daniyeli 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khawubek’ indlebe, Thixo wam, uve.+ Khawuvule amehlo ukubone ukuphanza kwethu nesixeko esibizwa ngegama lakho;+ kuba akungenxa yezenzo zethu zobulungisa le nto sikubongozayo,+ kodwa kungenxa yenceba yakho enkulu.+ 1 Petros 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+
7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.
14 ndiza kwenza nakuyo indlu ebizwe ngegama lam,+ enikholose ngayo,+ nakuyo indawo endaninika yona nina nookhokho benu, kanye njengoko ndenzayo kuyo iShilo.+
18 Khawubek’ indlebe, Thixo wam, uve.+ Khawuvule amehlo ukubone ukuphanza kwethu nesixeko esibizwa ngegama lakho;+ kuba akungenxa yezenzo zethu zobulungisa le nto sikubongozayo,+ kodwa kungenxa yenceba yakho enkulu.+
17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+