IMizekeliso 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Khangela! Ilungisa—emhlabeni liya kuvuzwa.+ Kukangakanani na ke kongendawo nomoni!+ Yeremiya 49:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Khangela! Nangona ingelosiko labo ukusela indebe, nakanjani na baya kusela.+ Yaye wena, uya kushiywa ungohlwaywanga ngokupheleleyo na? Akuyi kushiywa ungohlwaywanga, kuba nakanjani na uya kusela.”+ Obhadiya 16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ngendlela nina enithe nasela ngayo entabeni yam engcwele, ziya kusela kwangayo rhoqo zonke iintlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kusela zize zibimbilize ngokungathi azizange zibekho.
12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Khangela! Nangona ingelosiko labo ukusela indebe, nakanjani na baya kusela.+ Yaye wena, uya kushiywa ungohlwaywanga ngokupheleleyo na? Akuyi kushiywa ungohlwaywanga, kuba nakanjani na uya kusela.”+
16 Kuba ngendlela nina enithe nasela ngayo entabeni yam engcwele, ziya kusela kwangayo rhoqo zonke iintlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kusela zize zibimbilize ngokungathi azizange zibekho.