Isaya 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kungenxa yoko le nto ndiya kulila ngokulila kwaseYazere ngenxa yomdiliya waseSibhema.+ Ndiya kukumanzisa ngeenyembezi zam, Heshbhon+ nawe Eleyale,+ ngenxa yokuba phezu kwehlobo lakho naphezu kwesivuno sakho kuwele phantsi ukukhwaza.+ Yeremiya 48:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+
9 Kungenxa yoko le nto ndiya kulila ngokulila kwaseYazere ngenxa yomdiliya waseSibhema.+ Ndiya kukumanzisa ngeenyembezi zam, Heshbhon+ nawe Eleyale,+ ngenxa yokuba phezu kwehlobo lakho naphezu kwesivuno sakho kuwele phantsi ukukhwaza.+
33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+