Yeremiya 19:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye uYeremiya wafika evela eTofete,+ leyo uYehova wayemthumele kuyo ukuba aprofete, waza wema entendelezweni yendlu kaYehova, wathi kubo bonke abantu:+ Yohane 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni. IZenzo 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Hambani niye kuma etempileni, nize niqhubeke nithetha ebantwini onke amazwi angobu bomi.”+
14 Kwaye uYeremiya wafika evela eTofete,+ leyo uYehova wayemthumele kuyo ukuba aprofete, waza wema entendelezweni yendlu kaYehova, wathi kubo bonke abantu:+
20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.