IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Wandula uYehoshafati wema ebandleni lakwaYuda nelaseYerusalem endlwini kaYehova+ phambi kwentendelezo entsha,+

  • 2 Kronike 24:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Umoya+ kaThixo wagubungela+ uZekariya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli, kangangokuba wema phambi kwabantu wathi kubo: “Utsho uTHIXO oyinyaniso ukuthi, ‘Kutheni nigqitha umyalelo kaYehova, nize ningabi nampumelelo?+ Ngenxa yokuba nimshiyile uYehova, naye, uya kunishiya.’”+

  • Yeremiya 26:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Yima entendelezweni yendlu kaYehova,+ kwaye umele uthethe ngokuphathelele zonke izixeko zakwaYuda ezifikayo ukuza kuqubuda endlwini kaYehova, onke amazwi endiya kukuyalela ukuba uwathethe kuzo.+ Unganciphisi lizwi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share