IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 58:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo.

  • Yeremiya 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Musa ukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kodwa ufanele uye kubo bonke abo ndiya kukuthuma kubo; kwaye ufanele uthethe yonk’ into endiya kukuyalela yona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share