Duteronomi 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona. IZenzo 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 kuba andinifihlelanga nto, ndinixelele lonke icebo+ likaThixo. ISityhilelo 22:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye ukuba nabani na ususa nantoni na kumazwi omsongo wesi siprofeto, uThixo uya kusisusa isahlulo sakhe emithini yobomi+ nakwisixeko+ esingcwele, zinto ezo ekubhalwe ngazo kulo msongo.
2 Nize ningongezi ezwini endiniyalela lona, yaye ninganciphisi kulo,+ ukuze niyigcine imiyalelo kaYehova uThixo wenu endiniyalela yona.
19 yaye ukuba nabani na ususa nantoni na kumazwi omsongo wesi siprofeto, uThixo uya kusisusa isahlulo sakhe emithini yobomi+ nakwisixeko+ esingcwele, zinto ezo ekubhalwe ngazo kulo msongo.