Mateyu 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+ Yohane 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Andisanibizi ngokuthi ningamakhoboka, ngenxa yokuba ikhoboka alikwazi okwenziwa yinkosi yalo. Kodwa ndinibize ngokuthi ningabahlobo,+ ngenxa yokuba zonke izinto endizive kuBawo ndinazisile.+
20 nibafundisa+ ukuba bazigcine+ zonke izinto endiniyalele zona.+ Yaye, khangelani! ndinani+ yonke imihla de kube sekuphelisweni kwenkqubo yezinto.”+
15 Andisanibizi ngokuthi ningamakhoboka, ngenxa yokuba ikhoboka alikwazi okwenziwa yinkosi yalo. Kodwa ndinibize ngokuthi ningabahlobo,+ ngenxa yokuba zonke izinto endizive kuBawo ndinazisile.+