Yeremiya 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo.
17 “Wena ke, ufanele ubhinqe emanqeni akho,+ yaye umele uphakame uze uthethe kubo yonk’ into endikuyalela yona. Musa ukunkwantya ngabo,+ ukuze ndingakunkwantyisi phambi kwabo.