IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 18:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Yaye isandla sikaYehova saba noEliya,+ wabhinqa esinqeni sakhe+ waza wabaleka phambi kuka-Ahabhi waya kutsho eYizereli.+

  • 2 Kumkani 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko nangoko wathi kuGehazi:+ “Bhinqa isinqe+ sakho uze uthabathe umsimelelo wam+ ngesandla sakho uhambe. Ukuba kunokwenzeka uqubisane naye nabani na, ungambulisi;+ yaye ukuba kunokwenzeka ukuba nabani na akubulise, ungamphenduli. Uze ubeke umsimelelo wam ebusweni benkwenkwe.”+

  • 2 Kumkani 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UElisha umprofeti wabiza omnye woonyana+ babaprofeti waza wathi kuye: “Bhinqa isinqe+ sakho uze uthabathe eli selwa+ leoli ngesandla sakho uye eRamoti-giliyadi.+

  • Yobhi 38:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Khawuncede, ubhinqe esinqeni sakho njengendoda eyomeleleyo,

      Mandikubuze, uze wena undazise.+

  • Luka 12:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Anoyolo loo makhoboka ethi inkosi yawo yakufika iwafumane elindile!+ Inene ndithi kuni, Iya kubhinqa+ ize iwangqendevise etafileni yaye iya kusondela, iwalungiselele.+

  • 1 Petros 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko ke iingqondo zenu ziqiniseleni umsebenzi,+ hlalani nithe qwa ngokupheleleyo;+ bekani ithemba lenu kububele obungasifanelanga+ obuza kuziswa kuni ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share