Numeri 35:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+ IZenzo 5:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+
33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+
39 kodwa ukuba ngokaThixo,+ aniyi kukwazi ukubabhukuqa;)+ kungenjalo, nisenokufunyanwa okunene ningabo balwa nxamnye noThixo.”+