Yeremiya 29:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ningakhohliswa ngabaprofeti benu abaphakathi kwenu nabo benu abavumisayo,+ yaye musani ukuwaphulaphula amaphupha abo abawaphuphayo.+
8 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ningakhohliswa ngabaprofeti benu abaphakathi kwenu nabo benu abavumisayo,+ yaye musani ukuwaphulaphula amaphupha abo abawaphuphayo.+