Duteronomi 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti okanye loo mphuphi wamaphupha,+ ngokuba sukuba enivavanya+ uYehova uThixo wenu ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke.+
3 uze ungawaphulaphuli amazwi aloo mprofeti okanye loo mphuphi wamaphupha,+ ngokuba sukuba enivavanya+ uYehova uThixo wenu ukuze azi ukuba niyamthanda na uYehova uThixo wenu ngentliziyo yenu yonke nangomphefumlo wenu wonke.+