Yeremiya 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Enye ingobozi, yayinamakhiwane alunge kakhulu, njengamakhiwane asekuqaleni;+ enye ingobozi, yayinamakhiwane amabi kakhulu, kangangokuba ayengenakudliwa ngenxa yobubi. Yeremiya 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—
2 Enye ingobozi, yayinamakhiwane alunge kakhulu, njengamakhiwane asekuqaleni;+ enye ingobozi, yayinamakhiwane amabi kakhulu, kangangokuba ayengenakudliwa ngenxa yobubi.
8 “‘Nanjengamakhiwane amabi angenakudliwa ngenxa yobubi,+ enyanisweni utsho uYehova ukuthi: “Ndiya kwenjenjalo ukumnikela uZedekiya+ ukumkani wakwaYuda neenkosana zakhe nentsalela yeYerusalem eseleyo kweli lizwe+ nabo bahlala kwilizwe laseYiputa+—