Yeremiya 29:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Thumela kubo bonke abantu abathinjiweyo,+ usithi, ‘Utsho uYehova ngokuphathelele uShemaya kaNehelam ukuthi: “Ngenxa yokuba uShemaya eniprofetele, kodwa mna ndingamthumelanga, kwaye uzame ukunenza nikholose ngobuxoki,+
31 “Thumela kubo bonke abantu abathinjiweyo,+ usithi, ‘Utsho uYehova ngokuphathelele uShemaya kaNehelam ukuthi: “Ngenxa yokuba uShemaya eniprofetele, kodwa mna ndingamthumelanga, kwaye uzame ukunenza nikholose ngobuxoki,+