Zekariya 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yabona, ndiya kuzilingisa ngesandla sam,+ yaye kuya kufuneka zibe lixhoba lamakhoboka azo.’+ Kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.+
9 Kuba yabona, ndiya kuzilingisa ngesandla sam,+ yaye kuya kufuneka zibe lixhoba lamakhoboka azo.’+ Kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.+