Isaya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+ Yeremiya 50:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndiphethulela ingqalelo yam kukumkani waseBhabhiloni nakwilizwe lakhe ngendlela efanayo nokuphethulela kwam ingqalelo kukumkani waseAsiriya.+
26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+
18 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndiphethulela ingqalelo yam kukumkani waseBhabhiloni nakwilizwe lakhe ngendlela efanayo nokuphethulela kwam ingqalelo kukumkani waseAsiriya.+