IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Eneneni ndohamba phakathi kwenu, ndibe nguThixo wenu,+ nina nibe ngabantu bam.+

  • Yeremiya 30:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam,+ ndize mna ndibe nguThixo wenu.”+

  • Yeremiya 31:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+

  • Hebhere 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Kuba nguwo lo umnqophiso endiya kunqophisana ngawo nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,’ utsho uYehova. ‘Ndiza kuyibeka imithetho yam engqondweni yabo, ndize ndiyibhale ezintliziyweni zabo.+ Yaye ndiza kuba nguThixo wabo,+ bona babe ngabantu bam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share