IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 22:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kulowo unyanisekileyo uya kwenza ngokunyaniseka;+

      Uya kuqhubana nalowo ungenasiphoso, unamandla ngokungenasiphoso;+

  • INdumiso 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kulowo unyanisekileyo uya kwenza ngokunyaniseka;+

      Uya kuqhubana nendoda engenasiphoso, eyomeleleyo ngokungenasiphoso;+

  • INdumiso 86:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Kuba wena, Yehova, ulungile+ yaye ukulungele ukuxolela;+

      Buninzi ububele bakho bothando kubo bonke abo babiza kuwe.+

  • ISityhilelo 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share