INdumiso 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+ INdumiso 86:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Linda umphefumlo wam, ngokuba ndinyanisekile.+UnguThixo wam—msindise umkhonzi wakho—okholose ngawe.+ INdumiso 97:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nina nithanda uYehova,+ kuthiyeni okubi.+Uyayilinda imiphefumlo yabanyanisekileyo bakhe;+Uyabahlangula esandleni sabangendawo.+ Yeremiya 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Hamba, ubhengeze la mazwi emntla+ uze uthi: “‘“Buya, Sirayeli okreqileyo,” utsho uYehova.’+ ‘“Andiyi kubusanganisa ubuso bam kuni,+ kuba ndinyanisekile,”+ utsho uYehova.’ ‘“Andiyi kuhlala ndicaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+
28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+
2 Linda umphefumlo wam, ngokuba ndinyanisekile.+UnguThixo wam—msindise umkhonzi wakho—okholose ngawe.+
10 Nina nithanda uYehova,+ kuthiyeni okubi.+Uyayilinda imiphefumlo yabanyanisekileyo bakhe;+Uyabahlangula esandleni sabangendawo.+
12 Hamba, ubhengeze la mazwi emntla+ uze uthi: “‘“Buya, Sirayeli okreqileyo,” utsho uYehova.’+ ‘“Andiyi kubusanganisa ubuso bam kuni,+ kuba ndinyanisekile,”+ utsho uYehova.’ ‘“Andiyi kuhlala ndicaphukile ukusa kwixesha elingenammiselo.+