Isaya 35:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo.
8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo.