Hezekile 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kuthetha ntoni na kuni ukuvakalisa kwenu le ntetho ingumzekeliso ngomhlaba wakwaSirayeli, nisithi, ‘Ngooyise abadle iidiliya ezikrwada, kodwa ngamazinyo oonyana aba buthelezi’?+
2 “Kuthetha ntoni na kuni ukuvakalisa kwenu le ntetho ingumzekeliso ngomhlaba wakwaSirayeli, nisithi, ‘Ngooyise abadle iidiliya ezikrwada, kodwa ngamazinyo oonyana aba buthelezi’?+