IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye ndiza kubanikela kwizikumkani zonke zomhlaba+ ukuba bangcangcazeliswe ngenxa kaManase unyana kaHezekiya, ukumkani wakwaYuda, ngenxa yoko wakwenzayo eYerusalem.+

  • Yeremiya 31:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Ngaloo mihla abasayi kuba sathi, ‘Ooyise badle iidiliya ezikrwada, kodwa ngamazinyo oonyana aye aba buthelezi.’+

  • IZililo 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ookhokho bethu bonile.+ Abasekho. Thina ke, kuye kwafuneka sithwale iziphoso zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share