Mateyu 26:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+ Marko 14:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wathi kubo: “Oku kuthetha ‘igazi lam+ lomnqophiso,’+ eliza kuphalala+ ngenxa yabaninzi.+ Luka 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wathabatha nendebe+ emva kokuba befumene isidlo sangokuhlwa, esithi: “Le ndebe ithetha umnqophiso omtsha+ ongegazi lam,+ eliza kuphalala ngenxa yenu.+ 1 Korinte 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yenza ngokunjalo nangokuphathelele indebe,+ emva kokuba ifumene isidlo sangokuhlwa, isithi: “Le ndebe ithetha umnqophiso omtsha+ ongegazi lam.+ Ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula.”+ Hebhere 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kuba ubahlaba amadlala abantu xa esithi: “‘Khangela! Kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kwenza umnqophiso omtsha nendlu kaSirayeli nendlu kaYuda;+ Hebhere 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “‘Nguwo lo umnqophiso endiya kunqophisana ngawo nabo emva kwaloo mihla,’ utsho uYehova. ‘Ndiza kuyibeka imithetho yam ezintliziyweni zabo, ndize ndiyibhale ezingqondweni zabo,’”+
28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+
20 Wathabatha nendebe+ emva kokuba befumene isidlo sangokuhlwa, esithi: “Le ndebe ithetha umnqophiso omtsha+ ongegazi lam,+ eliza kuphalala ngenxa yenu.+
25 Yenza ngokunjalo nangokuphathelele indebe,+ emva kokuba ifumene isidlo sangokuhlwa, isithi: “Le ndebe ithetha umnqophiso omtsha+ ongegazi lam.+ Ngamaxesha onke enisukuba niyisela, oku kwenzeleni ukundikhumbula.”+
8 kuba ubahlaba amadlala abantu xa esithi: “‘Khangela! Kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kwenza umnqophiso omtsha nendlu kaSirayeli nendlu kaYuda;+
16 “‘Nguwo lo umnqophiso endiya kunqophisana ngawo nabo emva kwaloo mihla,’ utsho uYehova. ‘Ndiza kuyibeka imithetho yam ezintliziyweni zabo, ndize ndiyibhale ezingqondweni zabo,’”+