IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 31:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndenze umnqophiso omtsha+ nendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda;+

  • Yeremiya 32:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ndiza kwenza nabo umnqophiso ohlala ngokungenammiselo,+ ukuba ndingabuyi umva emva kwabo, ukuze ndibenzele okulungileyo;+ nokundoyika ndiya kukufaka entliziyweni yabo ukuze bangesuki kum.+

  • 2 Korinte 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 oye eneneni wasenza sakufanelekela ngokwaneleyo ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha,+ kungekhona owengqokelela yemithetho ebhaliweyo,+ kodwa owomoya;+ kuba ingqokelela yemithetho ebhaliweyo igwebela+ isohlwayo sokufa, kodwa umoya uyaphilisa.+

  • Hebhere 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 ngaloo ndlela ke uYesu uye waba sisiqinisekiso somnqophiso olunge ngakumbi.+

  • Hebhere 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 kuba ubahlaba amadlala abantu xa esithi: “‘Khangela! Kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kwenza umnqophiso omtsha nendlu kaSirayeli nendlu kaYuda;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share