Isaya 54:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bonke oonyana bakho+ baya kufundiswa nguYehova,+ lube lukhulu uxolo loonyana bakho.+ Yohane 6:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+ 1 Tesalonika 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, ngokubhekisele kuthando lobuzalwana,+ akuyomfuneko ukuba sinibhalele, kuba nani ngokwenu nifundisiwe nguThixo+ ukuba nithandane;+ 1 Yohane 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.
45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+
9 Noko ke, ngokubhekisele kuthando lobuzalwana,+ akuyomfuneko ukuba sinibhalele, kuba nani ngokwenu nifundisiwe nguThixo+ ukuba nithandane;+
27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.