IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 21:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+

  • Yeremiya 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ‘Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Yabonani, ndiyazijika izixhobo zemfazwe ezisesandleni senu, enilwa ngazo nokumkani waseBhabhiloni,+ namaKhaledi+ aningqingayo ngaphandle kodonga, kwaye ndiza kuzihlanganisela phakathi kwesi sixeko.+

  • Yeremiya 33:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngokuphathelele abo baze kulwa namaKhaledi nokuza kuzalisa iindawo ngezidumbu zabantu endibaxabeleyo ndinomsindo nobushushu,+ nangenxa yabo bonke abo ndiye ndabufihla ubuso bam kwesi sixeko ngenxa yobubi babo, ukuthi,+

  • Hezekile 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa ekugqibeleni wamvukela+ ngokuthumela abathunywa bakhe eYiputa, ukuze yona imnike amahashe+ nenkitha yesizwana. Uya kuphumelela na? Uya kusinda na, lo wenza ezi zinto, nowaphule umnqophiso? Ngaba okunene uya kusinda na?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share