IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wothi ke uvuthe umsindo wam kuso ngaloo mini,+ ndize ngokuqinisekileyo ndisishiye+ yaye ndibufihle ubuso bam kuso,+ sidliwe kuthi tu; sifikelwe yintlekele nakukubandezeleka okuninzi,+ yaye konyanzeleka sithi ngaloo mini, ‘Akungenxa yokuba uThixo engekho phakathi kwethu na le nto sifikelwe yile ntlekele?’+

  • Yeremiya 21:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘“Kuba ubuso bam ndibubhekise kwesi sixeko ukuze kube yintlekele kungekhona okulungileyo,”+ utsho uYehova. “Siya kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kusitshisa ngomlilo.”+

  • Mika 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngelo xesha baya kumemeza kuYehova becela uncedo, kodwa akayi kubaphendula.+ Uya kubufihla ubuso bakhe kubo ngelo xesha,+ ngenxa yobubi ababenzileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share