Genesis 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Genesis 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+ Genesis 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+ Duteronomi 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yabonani, ndilibeka phambi kwenu eli lizwe. Ngenani nilidle ilifa elo lizwe wafunga ngalo uYehova kooyihlo, uAbraham, uIsake+ noYakobi,+ ukuba wolinika bona nembewu yabo emva kwabo.’+
15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+
3 Hlala njengomphambukeli kwilizwe elo,+ yaye ndiya kuba nawe ndize ndikusikelele, ngokuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe,+ ndisiphumeze isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo,+
8 Yabonani, ndilibeka phambi kwenu eli lizwe. Ngenani nilidle ilifa elo lizwe wafunga ngalo uYehova kooyihlo, uAbraham, uIsake+ noYakobi,+ ukuba wolinika bona nembewu yabo emva kwabo.’+