IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Yaye isixeko saqhekezwa,+ onke amadoda emfazwe asaba ngobusuku ngendlela yesango eliphakathi kweendonga ezimbini ezingasemyezweni kakumkani,+ ngoxa amaKhaledi+ ayekumacala onke esixeko; kwaye ukumkani waya+ ngakwicala laseArabha.+

  • Yeremiya 20:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ndiza kunikela yonke ingqwebo yesi sixeko nemveliso yaso yonke nezinto zonke ezixabisekileyo zaso; nobuncwane bonke bookumkani bakwaYuda ndiza kubunikela esandleni seentshaba zabo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kubuphanga babuthabathe baze babuse eBhabhiloni.+

  • Yeremiya 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ‘Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Yabonani, ndiyazijika izixhobo zemfazwe ezisesandleni senu, enilwa ngazo nokumkani waseBhabhiloni,+ namaKhaledi+ aningqingayo ngaphandle kodonga, kwaye ndiza kuzihlanganisela phakathi kwesi sixeko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share