Yeremiya 23:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+ Amosi 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Ngokuqinisekileyo ndiya kubatyala emhlabeni wabo, yaye abasayi kuncothulwa emhlabeni wabo endibanike wona,’+ utsho uYehova uThixo wakho.”
8 kodwa baya kuthi, ‘UYehova uyaphila lowo wayinyusayo waza wayizisa inzala yendlu kaSirayeli ivela kulo ilizwe lasemntla nakuwo onke amazwe endandibasasazele kuwo,’ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlala emhlabeni wabo.”+
15 “‘Ngokuqinisekileyo ndiya kubatyala emhlabeni wabo, yaye abasayi kuncothulwa emhlabeni wabo endibanike wona,’+ utsho uYehova uThixo wakho.”