Isaya 27:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuya kuthi ke ngaloo mini uYehova asivuthulule isiqhamo,+ ukususela kumsinga oqukuqelayo woMlambo+ kuse entlanjeni yaseYiputa,+ nicholwa-cholwe ngamnye ngamnye,+ nina bonyana bakaSirayeli. Isaya 43:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Ndiya kuyizisa imbewu yakho ivela empumalanga, ndikuqokelele ndawonye uvela entshonalanga.+ Hezekile 34:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ndiya kuzikhupha kwizizwana ndiziqokelele ndawonye+ zivela emazweni ndize ndizizise emhlabeni+ wazo, ndizondle ezintabeni zakwaSirayeli, ngasemisingeni nangakuzo zonke iindawo zokuhlala zelizwe.+ Hezekile 36:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye ndiza kunithabatha ezintlangeni ndize ndiniqokelele ndawonye emazweni onke ndinizise emhlabeni wenu.+ Zefaniya 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+
12 Kuya kuthi ke ngaloo mini uYehova asivuthulule isiqhamo,+ ukususela kumsinga oqukuqelayo woMlambo+ kuse entlanjeni yaseYiputa,+ nicholwa-cholwe ngamnye ngamnye,+ nina bonyana bakaSirayeli.
5 “Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Ndiya kuyizisa imbewu yakho ivela empumalanga, ndikuqokelele ndawonye uvela entshonalanga.+
13 Yaye ndiya kuzikhupha kwizizwana ndiziqokelele ndawonye+ zivela emazweni ndize ndizizise emhlabeni+ wazo, ndizondle ezintabeni zakwaSirayeli, ngasemisingeni nangakuzo zonke iindawo zokuhlala zelizwe.+
24 Kwaye ndiza kunithabatha ezintlangeni ndize ndiniqokelele ndawonye emazweni onke ndinizise emhlabeni wenu.+
20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+