Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ 1 Kumkani 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye ngokuphathelele le nto wamyalela ukuba angalandeli abanye oothixo;+ kodwa akazange akugcine oko uYehova wayemyalele kona.
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
10 Kwaye ngokuphathelele le nto wamyalela ukuba angalandeli abanye oothixo;+ kodwa akazange akugcine oko uYehova wayemyalele kona.