2 Kumkani 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli. 2 Kronike 33:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye uManase+ waqhubeka emlukuhla uYuda+ nabemi baseYerusalem ukuba benze okubi ngakumbi+ kuneentlanga ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.+
3 Wahamba ngendlela yookumkani bakwaSirayeli,+ wadlulisa nonyana wakhe emlilweni,+ ngokuvumelana nezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.
9 Yaye uManase+ waqhubeka emlukuhla uYuda+ nabemi baseYerusalem ukuba benze okubi ngakumbi+ kuneentlanga ezo uYehova wayezibhubhisile phambi koonyana bakaSirayeli.+